George Celebrates 200 Years
![]() |
||
| George Celebrates 200 years George is turning 200 in 2011 and huge celebrations are being planned. As part of this, we are inviting artists, students, scholars and anyone else to submit their entries in any or all of the following categories: a) Design a Festival Logo b) Design a Festival Flag c) Compose a Festival Song The only criteria is that the designs/songs should reflect the history of George, display the unique character of our City and unite the community in symbolism. The winner in each category will receiveR2000.00. Entries must be submitted to: Esther Watson George 200 George Municipality POBox 19 George or e-mailed to: This e-mail address is being protected from spambots. You need JavaScript enabled to view it Closing date for entries: 30 July 2009 |
IGeorge ibhiyozela iminyaka engama-200 IGeorge igqiba ama-200 ngo2011 kwaye imibhiyozo emikhulu iyacwangciswa . Njengenxenye yoku ,simema amagcisa ,abafundi kunye nabani na ukuba angenise amangenelo kulo naluphina udidi okanye kuzo zonke ezi ndidi zilandelayo: a) Ukuyilwa kweLogo yoMbhiyozo b) Ukuyilwa kweFlegi yoMbhiyozo c) Ukuqamba Ingoma yoMbhiyozo Inqobo yokugweba ekukuphela kwayo kukuba amayilo /ingoma kumele abonakalise imbali yaseGeorge ,abonise isimo esisodwa seDolophu yethu kwaye amanye uluntu kumzekeliso Umntu ophumeleleyo kudidi ngalunye uza kufumana ama-R2000.00 Amangenelo kumele angeniswe ku: Esther Watson George 200 George Municipality P O Box 19 George okanye a-imeyilelwe ku: This e-mail address is being protected from spambots. You need JavaScript enabled to view it Umhla wokuvala malunga namangenelo :30 eyeKhala 2009 |
George Vier 200 jaar George word 200 in 2011 en groot feesvieringe word beplan. As deel hiervan nooi ons kunstenaars, studente, skoliere en enige iemand anders om hul inskrywings in te stuur in een van of al die volgende kategoriƫ: a) Ontwerp !n FeesWapen b) Ontwerp !n Fees Vlag c) Komponeer !n Fees Lied Die enigste kriteria is dat die ontwerpe/liedere die geskiedenis van George reflekteer. die unieke karakter van ons Stad weerspieƫl en die gemeenskap verenig in simboliek. Die wenner in elke kategorie sal R2000.00 ontvang. Inskrywings moet gestuur word aan: Esther Watson George 200 George Munisipaliteit Posbus 19 George of e-pos na: This e-mail address is being protected from spambots. You need JavaScript enabled to view it Sluitingsdatum vir inskrywings: 30 Julie 2009 |
| Click here to download the PDF file. | ||
